2 Kasamweli 15:30 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wahamba elila ukunyuka kwakhe iNtaba yemiNquma, egqubuthele, engafakanga nto nasezinyaweni. Bonke ababehamba naye nabo babegqubuthele, behamba belila.

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:27-37