2 Kasamweli 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wahlupheka uAmnon ngangokude agule ngenxa yodade wabo uTamare, kodwa kwakungekho nto anokuyenza kuye, kuba wayeyintombi engazani nandoda.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:1-3