2 Kasamweli 13:3 Ibhayibhile (XHO96)

Phofu kwakukho mfo owayevana noAmnon, owayenguYonadabhi igama; wayengunyana kaShama ongumntakwabo-Davide. UYonadabhi lo wayengumfo onamacebo.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:1-4