2 Kasamweli 13:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uDavide wayenonyana ogama linguAbhasalom, odade wabo yayinguTamare owayeyinzwakazi. Omnye woonyana bakaDavide ogama linguAmnon, usuke wayithanda le nzwakazi.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:1-11