2 Kasamweli 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Bazila, balila, abatya nokutya oku kwada kwahlwa, belilela uSawule nonyana wakhe uJonatan kunye namaSirayeli, abantu *bakaNdikhoyo, ababewe ngekrele.

2 Kasamweli 1

2 Kasamweli 1:8-15