2 Kasamweli 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uDavide wabuza loo mfana wayeze nezi ndaba, wathi: “Uvela phi kakade wena, mfana?”“Mna ndingunyana wendoda engumngeneleli, umAmaleki,” uphendule watsho loo mfana.

2 Kasamweli 1

2 Kasamweli 1:8-21