1 Yookumkani 19:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena wathatha uhambo lwemini enye, wangena entlango. Wathi ke akufumana umthi wonwele, wahlala phantsi kwawo, wathandazela ukuba afe. Wathi: “Kwanele ngoku, *Ndikhoyo! Buthathe ubomi bam; kuba andilunganga ukugqitha oobawo.”

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:1-6