1 Yookumkani 19:3 Ibhayibhile (XHO96)

Akuluva olo daba uEliya woyika, wabaleka, esindisa ubomi bakhe. Uthe akufika eBheshebha kwelakwaJuda, walishiya khona ihlakani lakhe.

1 Yookumkani 19

1 Yookumkani 19:1-8