Ke kaloku nangaphandle kwentombi yokumkani waseJiputa uSolomon wayenabafazi abaninzi beentlanga: abangamaMowabhi, ama-Amon, amaEdom, amaSidon, namaHiti.