1 Yookumkani 11:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wabathatha kwezo ntlanga wayewayale ngazo *uNdikhoyo amaSirayeli esithi: “Ze ningendiselani nazo, kuba ziya kunilukuhlela kwizithixo zazo,” kodwa ke yena uSolomon wasuka waqhogana nabo ngothando.

1 Yookumkani 11

1 Yookumkani 11:1-7