1 Yookumkani 10:29 Ibhayibhile (XHO96)

Inqwelo nganye babeyithenga eJiputa ngexabiso elingamakhulu amathandathu eesiliva, ihashe lona ngekhulu elinamashumi amahlanu. Kananjalo babewathengisa kookumkani bamaHiti nabama-Aram.

1 Yookumkani 10

1 Yookumkani 10:20-29