1 Yeziganeko 9:1 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli onke adweliswa ngokwemilibo yawo encwadini yookumkani bakwaSirayeli.AmaJuda athinjwa, asiwa eBhabheli, ngenxa yokunganyaniseki kwawo.

1 Yeziganeko 9

1 Yeziganeko 9:1-5