1 Yeziganeko 8:40 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakaUlam babengamagorha anobuchule kwicala lamatolo. Babenoonyana nabazukulwana abalikhulu elinamashumi amahlanu. Bonke abo babeyinzala kaBhenjamin.

1 Yeziganeko 8

1 Yeziganeko 8:35-40