1 Yeziganeko 8:4-15 Ibhayibhile (XHO96)

4. noAbhishuwa, noNaman, noAhowa,

5. noGera, noShefufan, noHuram.

8. UShaharayim wawuqhawula umtshato wakhe nabafazi bakhe, uHushim noBhayara, waya kuma eMowabhi,

9. wathatha uHodeshe, wazala uJobhabhi, noZibheya, noMesha, noMalkom,

10. noYehuze, noSakiya, noMirma. Oonyana bakhe aba bonke baba ziinkulu zezindlu.

11. Ke nomkakhe uHushim wayemzalele uAhitubhi noElipali.

12. Oonyana bakaElipali nguHebhere, noMisham, noShemede lowo wayakhayo iOno kwaneLodi neelali ezizingqongileyo.

13. OoBheriya noShema babeziinkulu zezindlu ezazimi eAyalon zaza zabagxotha abemi baseGati.

14. Kwinzala kaBheriya kukho uAhiyo, noShashaki, noYeremoti,

15. noZebhadiya, noAradi, noEdere,

1 Yeziganeko 8