Bonke aba babeyinzala ka-Ashere. Babeziinkulu, bengamadoda akhethiweyo anobukroti, beziinkokheli ezinamagama. Bebonke babengamadoda angamashumi amabini anantandathu amawaka anokungena emkhosini.