1 Yeziganeko 8:1-11 Ibhayibhile (XHO96)

1. Naba oonyana abahlanu bakaBhenjamin ngokuzana kwabo: nguBhela owamazibulo, ibe nguAshbhele, uAhara,

2. uNoha, noRafa.

3. Oonyana bakaBhela nguAdare, noGera, noAbhihudi,

4. noAbhishuwa, noNaman, noAhowa,

5. noGera, noShefufan, noHuram.

8. UShaharayim wawuqhawula umtshato wakhe nabafazi bakhe, uHushim noBhayara, waya kuma eMowabhi,

9. wathatha uHodeshe, wazala uJobhabhi, noZibheya, noMesha, noMalkom,

10. noYehuze, noSakiya, noMirma. Oonyana bakhe aba bonke baba ziinkulu zezindlu.

11. Ke nomkakhe uHushim wayemzalele uAhitubhi noElipali.

1 Yeziganeko 8