1 Yeziganeko 27:34 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kokusweleka kuka-Ahitofele uJoyada unyana kaBhenaya noAbhiyatare baba ngamaphakathi. Injengele yomkhosi kakumkani yayinguJowabhi.

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:32-34