1 Yeziganeko 27:1 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwo lo umkhosi wamaSirayeli: Bekukho amabutho alishumi elinambini, ibutho ngalinye liba namadoda angamashumi amabini anane amawaka. Amabutho la ayebolekisana ukwenza umsebenzi wakomkhulu inyanga nganye enyakeni. Bekukho iinkulu zezindlu, neengqwayi-ngqwayi, nezithwala-ndwe, noonobhala, bebonke besenza umsebenzi wakomkhulu.

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:1-6