1 Yeziganeko 27:2-3 Ibhayibhile (XHO96)

Nazi ke iingqwayi-ngqwayi zala mabutho alishumi elinambini (ibutho ngalinye belinamadoda angamashumi ambini anane amawaka):inyanga yokuqala: ingqwayi-ngqwayi yayinguYashobham unyana kaZabhediyeli wendlu kaPerezi;

1 Yeziganeko 27

1 Yeziganeko 27:1-13