1 Yeziganeko 11:22 Ibhayibhile (XHO96)

Enye indoda eyayitshatshele ngemisebenzi yobugorha nguBhenaya unyana kaJoyada waseKabhezeli. Yena wabulala iintshatsheli zamaMowabhi ezimbini. Kwakhona ngemini ekwakukhithika ngayo waya kungena emhadini, wabulala khona ingonyama.

1 Yeziganeko 11

1 Yeziganeko 11:21-32