1 Yeziganeko 11:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waba yimbalasane njengaloo magorha mathathu, waba yinkokheli yelo qela lingamashumi amathathu, noxa engabandakanywa kuloo magorha mathathu.

1 Yeziganeko 11

1 Yeziganeko 11:11-27