1 Yeziganeko 11:20 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhishayi umntakwabo-Jowabhi yayinguye inkokheli yamashumi amathathu amagorha. Yena ngomkhonto wakhe walwa namadoda angamakhulu amathathu wawabulala, watsho wabalasela njengaloo magorha mathathu.

1 Yeziganeko 11

1 Yeziganeko 11:17-29