1 Kasamweli 9:4 Ibhayibhile (XHO96)

Banduluka ke abafana, bacanda kwaEfrayim kweleenduli, bawutyhutyha nommandla waseShalisha, abazifumana noko. Bajika baya kucanda nakummandla waseShalim, nalapho abazibona. Babuya bawutyhutyha ummandla wakwaBhenjamin, kodwa nalapho azabikho.

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:1-13