1 Kasamweli 9:5 Ibhayibhile (XHO96)

Bathe bakufika kummandla waseZufi, uSawule wathi kwisicaka awayehamba naso: “Mfondini, ndithi mna masigoduke ngoku. Ngahle ubawo akasacingi ngazidonki ngoku, selenexhala ngathi.”

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:1-8