1 Kasamweli 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwalahleka iidonki zikaKishe uyise kaSawule. UKishe wabiza uSawule, wathi kuye: “Hamba kunye nesinye isicaka, uye kufuna iidonki zam, mfo wam.”

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:1-7