1 Kasamweli 2:34 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Into eya kufikela uHofeni noPineyasi oonyana bakho iza kuba ngumqondiso kuwe wale nto yonke endiyithethileyo. Bona baza kufa ngamini-nye.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:33-36