1 Kasamweli 2:33 Ibhayibhile (XHO96)

Nokuba kungakho omnye wenzala yakho osasondela eqongeni, naloo nto iseza kukulilisa ikuhluphe, kuba inkoliso yamadoda endlu yakho iya kufa iselula.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:24-36