1 Kasamweli 2:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiza kumisela owam umbingeleli onyanisekileyo, oya kwenza intando yam yonke. Ndiya kuyizinzisa indlu yakhe, andikhonze lonke ixesha phambi kokumkani otyunjwe ndim.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:31-36