1 Kasamweli 19:7 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ke uJonatan wambiza uDavide, wamchazela ngengxoxo yakhe noyise. Ukusuka apho waya naye kuSawule, waza ke uDavide wabuyiselwa kwasesikhundleni sakhe komkhulu.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:5-14