1 Kasamweli 19:6 Ibhayibhile (XHO96)

Yavakala le ntetho kaJonatan kuSawule, watsho wafunga wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, akayi kubulawa uDavide.”

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:2-16