1 Kasamweli 19:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabuya kwavuka imfazwe kwakhona phakathi kwamaSirayeli namaFilistiya. Wabuya wawahlasela uDavide, wawabetha ee qhu saa.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:5-16