1 Kasamweli 19:4 Ibhayibhile (XHO96)

UJonatan wathetha ngoDavide kuSawule, emncoma esithi: “Mhlekazi, noko ngewungamenzi nto imbi umkhonzi wakho uDavide; akukho nto wakha wakona ngayo. Usuke waba luncedo kakhulu kuwe ngayo yonke into ayenzileyo.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:1-5