1 Kasamweli 15:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wawuhlanganisela eTelayim wonke umkhosi wakhe uSawule, apho wafika wawumisa ngezintlu. Loo mkhosi wawungamakhulu amabini amawaka amajoni akwaSirayeli, kunye neshumi lamawaka lamajoni avela kwaJuda.

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:3-10