1 Kasamweli 15:3 Ibhayibhile (XHO96)

Yiya kuwahlasela ama-Amaleki, utshayele konke okukokwawo. Ungashiyi nto; ubulale indoda, umfazi, umntwana, nkqu nosana olu lwembala; kufe zinkomo, zigusha, zinkamela, kunye nezo donki zawo.’ ”

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:1-9