Uyeremiya 25:21-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. uEdom, noMowabhi, noonyana baka-Amon;

22. nookumkani bonke baseTire, nookumkani bonke baseTsidon, nookumkani bonke besiqhithi esiphesheya kolwandle;

23. uDedan, noTema, noBhizi, noonquthula-iinwele bonke;

24. nookumkani bonke bama-Arabhi, nookumkani bonke bomxukuxela omiyo entlango;

25. nookumkani bonke bamaZimri, nookumkani bonke bamaElam, nookumkani bonke bamaMedi;

Uyeremiya 25