Uyeremiya 26:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekuqalekeni kobukumkani bukaYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi, liphuma kuYehova,

Uyeremiya 26

Uyeremiya 26:1-11