Unehemiya 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEzra umbingeleli wawuzisa umyalelo phambi kwebandla elo, lithabathele kwindoda lesa kumfazi, nakubo bonke abanokuva baqonde, ngomhla wokuqala wenyanga yesixhenxe.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:1-12