Unehemiya 8:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bahlangana bonke abantu njengamntu mnye endaweni yembutho ephambi kwesango lamanzi, bathi kuEzra umbhali, makazise incwadi yomyalelo kaMoses, awawumiselayo uYehova kumaSirayeli.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:1-4