Unehemiya 7:55-58 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

55. oonyana bakaBharkosi, oonyana bakaSisera, oonyana bakaTama,

56. oonyana bakaNetsiha, oonyana bakaHatifa.

57. Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPerida,

58. oonyana bakaYahala, oonyana bakaDarkon, oonyana bakaGidele,

Unehemiya 7