Ke ukuba inkomo leyo ibihlaba kakade, waza wazíswa umniniyo, àkayigcina noko, yaza yabulala indoda, nokuba yinkazana: mayigityiselwe ngamatye inkomo leyo, kananjalo nomniniyo makabulawe.