Ke xa inkomo ithe yahlaba indoda, nokuba yinkazana, yafa: loo nkomo mayigityiselwe ngamatye, ingàdliwa inyama yayo; umnininkomo woba msulwa.