2 Usamuweli 23:35-38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

35. nguHetsero waseKarmele; nguPaharayi waseArbhi;

36. nguIgali unyana kaNatan waseTsobha;

37. nguBhani wakwaGadi; nguTseleke umAmon; nguNaharayi waseBheroti, umphathi weentonga zikaYowabhi unyana kaTseruya;

38. nguIra umItri; nguGarebhe umItri;

2 Usamuweli 23