2 Usamuweli 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku wabuya wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wamxhokonxela uDavide kuwo, esithi, Yiya, uwabale amaSirayeli namaYuda.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:1-4