2 Usamuweli 21:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

amathambo kaSawule noYonatan unyana wakhe bawangcwabela ezweni lakwaBhenjamin eTsela, engcwabeni likaKishe uyise; bakwenza konke abewise umthetho ngako ukumkani. Wandula wathandazeka ke uYehova ngenxa yelizwe.

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:12-15