Uzefaniya 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Mfuneni uNdikhoyo, bemi abathobekileyo behlabathi,nina benza umyalelo wakhe.Zingelan' ubulungisa nentobeko,mhlawumbi nokhuseleka ngemini yomsindo kaNdikhoyo.

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:1-7