Uzakariya 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke sona sathi kum: “Eli lilizwi *likaNdikhoyo kuZerubhabheli: ‘Akungabukroti, kungengawo namandla, kodwa kungoMoya wam kuphela,’ utsho uNdikhoyo onamandla onke.

Uzakariya 4

Uzakariya 4:5-7