Uzakariya 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Mna ke ndathi: “Mabamthwalise entloko iqhiya ecocekileyo.” Baza ke bamthwalisa iqhiya ecocekileyo, baza bamnxibisa iimpahla, isithunywa sikaNdikhoyo sisemi njalo.

Uzakariya 3

Uzakariya 3:1-6