Uzakariya 14:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku amasalela azo zonke izizwe kwezo zazihlasela iJerusalem, minyaka le ngexesha letheko lamaphempe aya kuya kunqula akhahlele uKumkani, uNdikhoyo onamandla onke.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:13-21