Uzakariya 14:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaeso sibetho siya kufikela amahashe, iimeyile, iinkamela, needonki, nayo yonke imfuyo ekwezo kampu zeentshaba.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:13-18