Uzakariya 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke mna ndathi kubo: “Ukuba leyo yeyona nto ingcono kuni, ndinikeni intlawulo yam, kodwa ke, ukuba aniboni njalo, yigcineni.” Baza ke bandihlawula iingqekembe zesiliva ezimashumi mathathu.

Uzakariya 11

Uzakariya 11:8-17